- Kinder & jeug
- 14+ jaar
Isahluko sokugquibela
Zibela Sisusa
ISBN:
Uitgewer:
Datum Vrygestel:
Prys (incl. VAT):
Formaat:
Sagteband, 144pp
Oor hierdie boek:
Ngenxa yokunyolukela ubutyebi nanko uThemba, unyana kaSaphetha, elukuhlwa nguBongani ukuba mabalahle isikolo batshe nezwe. Nabo beshiya amakhaya abo kuQumbu besinga eMthatha. Kule dolophu izinto azibahambelanga kakuhle konke ngenxa yokungabinaso isitshixo sobomi, imfundo. Emva kwamahlandinyuka eMthatha bandulukile baya kuwa kuKomani. Nalapha izinto zibe mbi ngakumbi. Ngeli xesha ilizwe liyatshintsha kwezopolitiko. Kwangeli thuba uBongani uyibamba itshisa aye kuwa kumzi weBhulu limalusise iigusha zalo. Emva ekhaya banxunguphele kukuyeka isikolo kukaThemba. Udadewabo uNomfundo yena uqhuba kakuhle kakhulu esikolweni. USaphetha uva umkhondo kaThemba. Esakufika kuThemba akaphathekanga kakuhle konke.Ngeli xesha uThemba uvana netitshalakazi enguMelinda. Akubanga kudala le mvano yamuncu. Thembandini uphelelwe emsebenzini, kwakubi kuye. Le nguqu nakuBongani sele yenzekile.
VERWANTE BOEKE
Hearing Helen: School Edition Gr 11 SAL
Carolyn Morton
Vuurvreter
Joha van Dyk
Imibala Yothando
Dumisani Hlatswayo
Chakalaka uit 'n blikkie
Sandy Schoeman
Life is 'n biets
Faeed Amardien
Skooluitgawe: Donker Web
Fanie Viljoen
Sing Down the Stars
Nerine Dorman
Anderkind
Betsie van Niekerk
Donker Web
Fanie Viljoen
Reën vir Stofvlei
Katherine Graham, Elsa Silke
Web van leuens
Marion Erskine
Die vlerke van naaldekokers
Cecilia Steyn
Waar jakkalse huil
Elrien Scheepers
Foto's en fairy lights
An-Mari do Carmo
Veldiep
Fanie Viljoen
Sindikaat
Annerle Barnard
Brand
Fanie Viljoen
The Reject
Edyth Bulbring
Jou Romeo
Fanie Viljoen, Donnalee Roberts, Ivan Botha
Vyf sekondes voor Vrydag
Ihette Senekal
Vuvuzela: Skooluitgawe met leesgids Gr 11 TAT
Engela Van Rooyen
Skeur
Carel van Rooyen
Donkerbloed
Elrien Scheepers
Raaiselsee
Troula Goosen
Kanniedood
Joha van Dyk
My So-Called Friend
Prudence Makau
Sweepslag
Annerle Barnard
Toring van Jasmyn
Derick van der Walt
Mamello
Lebohang Pheko
Borrelgom
Jana du Plessis Müller
Leë blikkies vol liefde en ander verhale
Fiona Van Kerwel, Elrien Scheepers, Jan Vermeulen, Marita van Aswegen, S.P. Benjamin, Carina Stander, Jeremy Vearey, Elizabeth Wasserman, Sisca Julius, EKM Dido, Diana Ferrus, Derick van der Walt, Zelda Bezuidenhout, Willem Fransman Jr., Allison Matroos, Troula Goosen, Jan van Tonder
Die lewe volgens Wim Vermaak
William Oosthuizen
U Kondelela
Mbedzi Nyelisani
Tata sikuxolele
Thembisile Kundlwana
Scarred Lions
Fanie Viljoen
Imali yezipoki
Sandile Ngwenya
Vlerke vir almal
Marion Erskine
Mine
Sally Ann Partridge
The Swim Team
Catherine Jarvis
Branderjaer
Joha van Dyk
Elf dae in Oxford
Elizabeth Wasserman
Luntu Masiza Tells the Truth
Penny Lorimer
Mieke 1: Kersfees in April
Christien Neser
UNolali
Thulani Simayile
Sny hulle in sterre uit
Fanie Viljoen
Absoluut Einstein
Christien Neser
Tuimeltrein
René van Zyl
Sprokie in 'n streepbaadjie
Christien Neser
Dryf
Cecilia Steyn
Crossing the River
Fred Khumalo